UYOBHI 34:21 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UYOBHI 34:21 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Kuba amehlo akhe aphezu kweendlela zomntu, Úyawabona onke amabanga akhe.

UYOBHI 34:21 XHO96 (IBHAYIBHILE)

“Kaloku yena uzijongile iindlela zabantu; uwabona onke amanyathelo abo.

UYOBHI 34:21 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Ngokuba amehlo ake epezu kwendlela zomntu; nawo onke amanyatela ake uyawabona.

UYOBHI 34:21 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Ngokuba amehlo akhe ondele iindlela zomntu, Uyazibona zonke iindlela zakhe.