UYOBHI 35:8 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UYOBHI 35:8 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Kuyinto kwindoda enjengawe ukungabi ndawo kwakho; Buyinto kuwe, nyana womntu, ubulungisa bakho.

UYOBHI 35:8 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Ukona kwakho kuphazamisa kwa-abantu, nokulungisa kwakho kunceda kwabona.

UYOBHI 35:8 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Ubumenemene bako bungona umntu onjengawe, nobulungisa bako bunganceda unyana woluntu.

UYOBHI 35:8 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Onjengawe buyamonakalisa ububi bakho; nobulungisa bakho bumnceda unyana womntu.