UYOBHI 36:11 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UYOBHI 36:11 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba bathe beva, bamkhonza, Boyigqiba imihla yabo ekulungeni, Neminyaka yabo ebumnandini.
Yabelana
UYOBHI 36 XHO75UYOBHI 36:11 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ke bayamva bemthobela uThixo, boyigqiba imihla yabo bexhamla indyebo, neminyaka yabo ibe yeyokwaneliseka.
Yabelana
UYOBHI 36 XHO96UYOBHI 36:11 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba bayeva, bakonze nokukonza, bogqiba imihla yabo ebutamsanqeni, neminyaka yabo eziyolweni.
Yabelana
UYOBHI 36 XHO1902AUYOBHI 36:11 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ukuba bathe beva, bamkhonza, boyigqiba imihla yabo ekulungeni, neminyaka yabo benoyolo.
Yabelana
UYOBHI 36 CXB24