UYOBHI 36:5 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UYOBHI 36:5 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona, uThixo unamandla, akacekisi bani; Unamandla ngokuqina kwengqondo.
Yabelana
UYOBHI 36 XHO75UYOBHI 36:5 XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo womelele, kodwa akadeleli mntu; unamandla, nolwazi lwakhe alugungqi.
Yabelana
UYOBHI 36 XHO96UYOBHI 36:5 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, UTIXO umkulu, kanti akadeli; umkulu ngamandla engqondo.
Yabelana
UYOBHI 36 XHO1902AUYOBHI 36:5 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Yabona, uThixo unamandla, akamcekisi umntu; Womelele ngokomelela nangobulumko.
Yabelana
UYOBHI 36 CXB24