UYOBHI 38:4 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UYOBHI 38:4 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Ùbuphi na wena ukuseka kwam ihlabathi? Xela, ukuba ùyazi, ùyaqonda.

UYOBHI 38:4 XHO96 (IBHAYIBHILE)

“Wawuphi xa ndiseka ihlabathi? Yitsho kaloku, uyingqondi andithi?

UYOBHI 38:4 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Ubuko pina ndakuseka umhlaba? xela, ukuba uyazana nokuqonda.

UYOBHI 38:4 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Ubuphi na wena ukulidala kwam ihlabathi? yithi, ukuba unengqiqo.