UYOBHI 5:17-18
UYOBHI 5:17-18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yabona, únoyolo mntu owohlwaywa nguThixo! Musa ke ukukucekisa ukuthethisa kukaSomandla! Kuba wénza buhlungu, abophe; Úyaphalusa, ziphilise izandla zakhe.
Share
Funda UYOBHI 5UYOBHI 5:17-18 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Ewe, unenyhweba umntu olulekwa nguThixo; ngoko ke sukuyidela ingqeqesho kaSomandla! Kaloku yena uyenzakalisa, abuye abophe; kanti kwayena uyabetha, abuye aphilise ngezandla zakhe.
Share
Funda UYOBHI 5