UYOBHI 5:18 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UYOBHI 5:18 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Kuba wénza buhlungu, abophe; Úyaphalusa, ziphilise izandla zakhe.

UYOBHI 5:18 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Kaloku yena uyenzakalisa, abuye abophe; kanti kwayena uyabetha, abuye aphilise ngezandla zakhe.

UYOBHI 5:18 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Ngokuba etutumbisa, abuye abope; uyalimaza, ziti izandla zake zipolise.

UYOBHI 5:18 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Kuba wenza buhlungu, abophe; uyaphalusa, ziphilise izandla zakhe.