UYOBHI 7:15 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UYOBHI 7:15 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wada umphefumlo wam wanyula ukukrwitshwa; Wanyula ukufa ngaphezu kwamathambo la.
Yabelana
UYOBHI 7 XHO75UYOBHI 7:15 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndide ke mna ndikhethe ukukrwitshwa; kanye ndinyula ukufa kunokuphila kulo mzimba wam.
Yabelana
UYOBHI 7 XHO96UYOBHI 7:15 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ude umpefumlo wam uqashe ukuṙwishwa, ewe ukufa ngapezu kwamatambo am.
Yabelana
UYOBHI 7 XHO1902AUYOBHI 7:15 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ngoko ke umphefumlo wam wanyula ukufa nokufa kunobomi bam.
Yabelana
UYOBHI 7 CXB24