UYOBHI 8:20-21
UYOBHI 8:20-21 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yabona, uThixo akamcekisi ogqibeleleyo, Akababambi ngesandla abenzi bobubi. Úya kuwuzalisa umlomo wakho ngokuhleka, Nemilebe yomlomo wakho ngokuduma
Share
Funda UYOBHI 8UYOBHI 8:20-21 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Ewe, uThixo akamlahli umntu othembekileyo, kodwa akangeke azomeleze izandla zabenzi bokubi. Ngoko ke úya kulubuyisela uncumo emlonyeni wakho, nemilebe yakho ibobotheke yimincili.
Share
Funda UYOBHI 8