UYOBHI 9:21 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UYOBHI 9:21 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Ndigqibelele; àndiwukhathalele umphefumlo wam; Ndiyabucekisa ubomi bam.

UYOBHI 9:21 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Ewe, andinabala, kodwa andizibaleli ntweni; nto nje ndikruqukile bobu bomi.

UYOBHI 9:21 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Nakuba bendifezekile, ngendingawazi umpefumlo wam; ngendidela ubomi bam.

UYOBHI 9:21 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Ukuba bendigqibelele, andiwuqondi umphefumlo wam; Bendiya kubadela ubomi bam.