UYOSHUWA 1:18
UYOSHUWA 1:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Bonke abantu abaphikisa umlomo wakho, bangàwaphulaphuli amazwi akho entweni yonke osiwisela umthetho ngayo, mababulawe; kodwa ke yomelela, ukhaliphe wena.
Yabelana
Funda UYOSHUWA 1UYOSHUWA 1:18 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nabani na ophikisana nawe, angawathobeli amazwi akho, angenzi nantoni na usiyalelayo, wobulawa. Nto nje yomelela wena, ukhaliphe!”
Yabelana
Funda UYOSHUWA 1