UYOSHUWA 1:6
UYOSHUWA 1:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yomelela ukhaliphe; ngokuba wena uya kulabela bona aba bantu elo lizwe ndabafungela lona ooyise, ukuba ndiya kubanika.
Yabelana
Funda UYOSHUWA 1UYOSHUWA 1:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Yomelela, ukhaliphe, kuba uza kubangenisa aba bantu kweli lizwe endithembise ooyise-mkhulu ngesifungo ukuba loba lilifa labo.
Yabelana
Funda UYOSHUWA 1