UYOSHUWA 14:11
UYOSHUWA 14:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndisomelele nanamhla, kwanjengamini wandithumayo uMoses; njengoko ayenjalo amandla am oko, asenjalo nangoku amandla am okulwa, kwaawokuphuma nawokubuya.
Share
Funda UYOSHUWA 14UYOSHUWA 14:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
kodwa ndisengumqabaqaba njengoko ndandinjalo ukundithuma kwakhe uMosis. Ndisomelele; ndingaya emfazweni, ndingenza nantoni na.
Share
Funda UYOSHUWA 14