UYOSHUWA 2:8-9
UYOSHUWA 2:8-9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Engekalali amadoda, yenyuka yona yaya kuwo phezu kwendlu; yathi kuloo madoda, Ndiyazi ukuba uYehova uninikile eli lizwe; nokuba sìwelwe luqhiphuko-mbilini ngani; nokuba bathé amandla bonke abemi beli lizwe ebusweni benu.
UYOSHUWA 2:8-9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngaphambi kokuba zilale ezo ntlola, uRahabhi waya kuzo phezu kwendlu, wafika wathi: “Ndiyazi ukuba *uNdikhoyo ulinike nina eli lizwe. Bonke abemi beli lizwe bayankwantya nini; boyika ngokokude baphelelwe ngamandla.
UYOSHUWA 2:8-9 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngaphambi kokuba baye kulala, wenyuka waya kubabona phezu kwendlu. Wathi kuloo madoda, Ndiyazi ukuba uYehova uninikile eli lizwe, nokuba ukulinda kwenu kube phezu kwethu, nokuba bafa bonke abemi belizwe ngenxa yenu.
UYOSHUWA 2:8-9 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Engekalali wona, yenyuka yona yaya kuwo pezu kwendlu; yayisiti emadodeni lawo: Ndiyazi ukuba UYEHOVA unipile elilizwe, nokuba isoyikeko senu siwile pezu kwetu, nokuba bancamile bonke abemi belizwe ngenxa yenu.