UYOSHUWA 5:13
UYOSHUWA 5:13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Xa wayeselapho ngaseJeriko uYoshuwa, wagagana nomfo ophethe ikrele. Waya kuye uYoshuwa, wafika wathi: “Ngaba ungakuthi, okanye ulutshaba?”
UYOSHUWA 5:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kwathi, xa ebeseYeriko, uYoshuwa wawaphakamisa amehlo akhe, wakhangela, wabona kumi indoda malunga naye, ithe rhuthu ikrele layo ngesandla. Waya uYoshuwa kuyo, wathi kuyo, Ùngakúthi, ùngakwiintshaba zethu, kusini na?
UYOSHUWA 5:13 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Xa uYoshuwa wayeseYeriko wawaphakamisa amehlo akhe, wakhangela, wabona indoda imi malunga naye, ithe rhuthu ikrele layo ngesandla; Waya kuyo uYoshuwa, wathi kuyo, Ungakuthi, ungakuthi, kusini na?
UYOSHUWA 5:13 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
KWAYE kute, akuba u‐Yoshuwa ebengase‐Jeriko, wapakamisa amehlo ake, wakangela, kekaloku, nantsi indoda imi malungana naye, ineṙele layo lir̔oliwe esandleni sayo. Wasuka u‐Yoshuwa waya kuyo, wati kuyo: Ungecala letu na, ungecala lentshaba zetu kusinina?