UYOSHUWA 6:5
UYOSHUWA 6:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kothi ke, ekoluleni ukuvuthela ngesigodlo sokuhlaba umkhosi, ekusiveni kwenu isandi sesigodlo, badume ngokuduma okukhulu bonke abantu, luwe udonga lomzi luthi bhuma, benyuke ke abantu, elowo athi ngqo malunga naye.
UYOSHUWA 6:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kuya kuthi ke xa bevuthela isandi eside ababingeleli, nihlabe umkhosi, nimemeze, zidilike iindonga zeJeriko. Wandule ke ukungena macal' onke ngaphakathi kwesixeko wonke umkhosi.”
UYOSHUWA 6:5 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ekuvuthelweni kwesigodlo ixesha elide, nasekuveni isandi sesigodlo, baduma bonke abantu, baduma; kwaye udonga lwesixeko luya kuwa, kwaye abantu baya kunyuka, ngamnye amkhokela.
UYOSHUWA 6:5 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kwaye kuya kuti, kwakuhlokonyiswa ngopondo lwokuvusa, nxa nivayo intlo koma yexilongo, bomemeza abantu bonke ngesimemezo esikulu; lwandul’ ukuwa udonga lwesixeko endaweni yalo, bati abantu benyuke abanye ngabanye ngokuti ngqo pambi kwabo.