IZILILO 1:1
IZILILO 1:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yoo! Uhleli wodwa, umzi obantu baye bebaninzi; Obe umkhulu ezintlangeni Usuke waba njengomhlolokazi; umthethelikazi emazweni Usuke waba ngofakwa uviko.
Yabelana
Funda IZILILO 1IZILILO 1:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
Awu! Kusisizungu kwisixeko ebesifudula sinenyambalala yabantu, nqwa nomhlolokazi obesakuba nodumo ezizweni. Lowo wayeyikumkanikazi yamazwana suka waba likhobokazana ngoku.
Yabelana
Funda IZILILO 1