IZILILO 5:19 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
IZILILO 5:19 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wena, Yehova, uhleli ngonaphakade; Itrone yakho ikwisizukulwana ngesizukulwana.
Yabelana
IZILILO 5 XHO75IZILILO 5:19 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wena, Ndikhoyo, uhleli ngonaphakade; ulawulo lwakho luhlala luhleli izizukulwana ngezizukulwana.
Yabelana
IZILILO 5 XHO96IZILILO 5:19 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wena, YEHOVA! uhleli ngonapakade; iterone yako ikwisizukulwana ngesizukulwana.
Yabelana
IZILILO 5 XHO1902AIZILILO 5:19 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Yehova, uhleli ngonaphakade; Itrone yakho ikwisizukulwana ngesizukulwana.
Yabelana
IZILILO 5 CXB24