Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

ILEVITIKUS 11:45 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

ILEVITIKUS 11:45 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Ngokuba ndinguYehova oninyuse ezweni laseYiputa, ukuba ndibe nguThixo wenu; ize nibe ngcwele, ngokuba ndiyiNgcwele.

ILEVITIKUS 11:45 XHO96 (IBHAYIBHILE)

NdinguNdikhoyo owanikhupha eJiputa ukuze ndibe nguThixo wenu. Yibani ngcwele, kuba mna ndingcwele.

ILEVITIKUS 11:45 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Ngokuba mna ndi NGUYEHOVA, oninyusayo ezweni le‐Jipete, ndize ndibe NGUTIXO wenu; kukona niya kuba ngcwele, ngokuba ndingcwele mna.

ILEVITIKUS 11:45 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Ngokuba ndinguYehova onikhuphileyo ezweni laseYiputa, ukuba ndibe nguThixo wenu; ke ngoko, kufuneka nibe ngcwele, ngokuba ndingcwele mna.