ILEVITIKUS 21:7 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
ILEVITIKUS 21:7 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Makangazeki mfazi ulihenyukazi, nohlanjelweyo; angazeki mfazi waliweyo yindoda yakhe; ngokuba ungcwele kuThixo wakhe.
Yabelana
ILEVITIKUS 21 XHO75ILEVITIKUS 21:7 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umbingeleli akayi kuyitshata intombi eyoniweyo, okanye ebilihenyukazi, okanye umfazi oqhawule umtshato, kuba kaloku yena wahlulelwe uThixo.
Yabelana
ILEVITIKUS 21 XHO96ILEVITIKUS 21:7 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Inkazana eyingnawokazi umhlaumbi edyojiweyo abayi kuyizeka, nomfazi olahliweyo yindoda yake abayi kumzeka kanjalo: ngokuba umperisite eyingcwele KUTIXO wake.
Yabelana
ILEVITIKUS 21 XHO1902AILEVITIKUS 21:7 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Makangazeki mfazi ulihenyukazi, nolihenyukazi; nowaliweyo makangazizeki, ngokuba ungcwele kuThixo wakhe.
Yabelana
ILEVITIKUS 21 CXB24