ILEVITIKUS 26:5
ILEVITIKUS 26:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
nento eniyibhulileyo ifikele ekuvunweni kweediliya, ukuvunwa kweediliya kufikelele ekuhlwayeleni, nidle isonka senu, nihluthe, nihlale ezweni lenu nikholosile.
Yabelana
Funda ILEVITIKUS 26ILEVITIKUS 26:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngexesha enivuna iidiliya niya kuba nisabhula ingqolowa, kwaye iidiliya niya kuzivuna kude kufike ixesha lokuhlwayela ingqolowa kwakhona. Niya kutya nihluthe, nihlale ngokonwaba elizweni lenu.
Yabelana
Funda ILEVITIKUS 26