ILEVITIKUS 6:13 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
ILEVITIKUS 6:13 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umlilo wohlala usitsha esibingelelweni, ungacimi.
Yabelana
ILEVITIKUS 6 XHO75ILEVITIKUS 6:13 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lo mlilo kufuneka usoloko uvutha apho eqongeni, ungaze uyekwe ucime.
Yabelana
ILEVITIKUS 6 XHO96ILEVITIKUS 6:13 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umlilo womana uvuta futi esibingelweni; awusayi kucinywa.
Yabelana
ILEVITIKUS 6 XHO1902AILEVITIKUS 6:13 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Umlilo wohlala usitsha esibingelelweni; awuyi kucinywa.
Yabelana
ILEVITIKUS 6 CXB24