ULUKA 11:13
ULUKA 11:13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ukuba ngoko nina, nikhohlakele nje, niyakwazi ukubapha abantwana benu izipho ezilungileyo, wobeka phi yena uYihlo osezulwini ukugqithisela ukubapha uMoya oyiNgcwele abo bamcelayo?”
Yabelana
Funda ULUKA 11ULUKA 11:13 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ukuba ke ngoko nina, nikhohlakele nje, niyakwazi ukubapha abantwana benu izipho ezilungileyo, wobeka phi na ke yena uYihlo osemazulwini ukugqithisela ukubapha uMoya oyiNgcwele abo bamcelayo?
Yabelana
Funda ULUKA 11