ULUKA 11:4
ULUKA 11:4 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Sixolele izono zethu; kuba nathi sibaxolela bonke abanamatyala kuthi. Ungasingenisi ekuhendweni; usihlangule ebubini.
Yabelana
Funda ULUKA 11ULUKA 11:4 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Usixolele izono zetu; ngokuba nati sixolela bonke abonayo kuti. Ungasingenisi ekulingweni, zusisindise enkohlakalweni.
Yabelana
Funda ULUKA 11