ULUKA 12:23 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
ULUKA 12:23 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ubomi bukhulu kunokudla, nomzimba kunento yokwambatha.
Yabelana
ULUKA 12 XHO75ULUKA 12:23 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ubomi bungaphezulu kunokutya, nomzimba ungaphezulu kunesinxibo.
Yabelana
ULUKA 12 XHO96ULUKA 12:23 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ubomi bukulu kuko ukutya, nomzimba umkulu kuzo izivato.
Yabelana
ULUKA 12 XHO1902AULUKA 12:23 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ubomi bukhulu kunokudla, nomzimba kunento yokwambatha.
Yabelana
ULUKA 12 CXB24