ULUKA 12:40
ULUKA 12:40 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nani ke ngoko hlalani niphaphile, kuba uNyana woLuntu woza ngexesha eningamlindelanga ngalo.”
Yabelana
Funda ULUKA 12ULUKA 12:40 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Nani ngoko yibani nilungile; ngokuba uNyana woMntu uza ngelixa eningalikhumbuleliyo.
Yabelana
Funda ULUKA 12