ULUKA 17:15-16
ULUKA 17:15-16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ithe ke enye kuwo apho, yakubona ukuba iphilisiwe, yabuya imzukisa uThixo ngezwi elikhulu. Yawa ngobuso ezinyaweni zakhe, ibulela kuye; yaye yona ingumSamariya.
Yabelana
Funda ULUKA 17ULUKA 17:15-16 IBHAYIBHILE (XHO96)
Yathi enye kuwo, yakubona ukuba iphilisiwe, yabuya imncoma kakhulu uThixo; yaza yaziphosa ezinyaweni zikaYesu, ibulela kuye. Le ndoda yayingumSamariya.
Yabelana
Funda ULUKA 17