ULUKA 18:4-5
ULUKA 18:4-5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kwaba mzuzu engavumi, kodwa kamva waqiqa esithi: ‘Nakuba ndingamoyiki uThixo, ndingahloneli namntu, noko, ngenxa yokuba lo mhlolokazi endikhathaza, ndomgwebela ndimkhulule, hleze ndide ndikruquke nguye.’ ”
ULUKA 18:4-5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kwaba mzuzu engavumi; kodwa kamva wathi ngaphakathi kwakhe, Nakuba ndingamoyiki uThixo, ndingamhlonele nomntu: noko, ngenxa yokuba lo mhlolokazi endibulala, ndomlungisa, ndimkhulule, hleze ade eze andaphule.
ULUKA 18:4-5 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kwaba mzuzu engavumi; kodwa kamva wathi ngaphakathi kwakhe, Nakuba ndingamoyiki uThixo, ndingamhlonele nomntu; noko, ngenxa yokuba lo mhlolokazi endibulala, ndomlungisa, ndimkhulule, hleze ade eze andaphule.
ULUKA 18:4-5 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kwaza kwamzuzu engavumi; kodwa kamva wati pakati kwake: Nakuba UTIXO ndingamoyiki, nomntu ndingamhloneli, ndiya kuti noko, ngenxa yokuba endika taza umhlolokazi lo, ndimlungise, hleze ati ehlala esiza andiqekeze intloko.