ULUKA 21:8
ULUKA 21:8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wathi ke yena, Lumkani ningalahlekiswa; kuba baninzi abaya kuza egameni lam, besithi, banguye uKristu; ixesha lisondele; musani ukubalandela ngoko.
Yabelana
Funda ULUKA 21ULUKA 21:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi ke yena, Lumkani ningalahlekiswa; kuba baninzi abaya kuza egameni lam, besithi, banguye uKristu;• ewe, ixesha lisondele; ngoko musani ukubalandela.
Yabelana
Funda ULUKA 21