ULUKA 21:9-10
ULUKA 21:9-10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Xa nithe neva iimfazwe neziphithiphithi, musani ukunkwantya; kuba ezo zinto zimele ukuthi zihle kuqala; sona ke isiphelo asiyi kuba kwaoko. Wandula wathi kubo, Uhlanga luya kuvukelana nohlanga, nobukumkani buvukelane nobukumkani.
ULUKA 21:9-10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Xa nithe neva ngeemfazwe neziphithi-phithi, ze ningoyiki, kuba ezo zinto zimelwe kukubakho kuqala. Sona ke isiphelo asiyi kubakho kwangoko.” Waqhuba wathi kubo: “Uhlanga luya kuvukelana nohlanga, nokumkani avukelane nokumkani.
ULUKA 21:9-10 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Xa nithe neva iimfazwe neziphithiphithi, musani ukunkwantya; kuba ezo zinto zimele ukuthi zihle kuqala; kodwa isiphelo asiyi kuba kwaoko. Wandula wathi kubo, Uhlanga luya kuvukelana nohlanga, nobukumkani buvukelane nobukumkani.
ULUKA 21:9-10 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kodwa xeshekweni nizivayo imfazwe nempitimpiti, musani ukwetuswa; ngokuba ezizinto zifanele ukuhla tanci; kodwa ukupela akuko kamsinya. Wandula wati kubo: Uhlanga luya kuvukela uhlanga, nobukumkani buya kuvukela ubukumkani