ULUKA 24:46-47
ULUKA 24:46-47 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
wathi kubo, Kubhaliwe ngokunjalo, umelwe ngokunjalo uKristu kukuthi eve ubunzima, abuye avuke kwabafileyo ngomhla wesithathu; nokuba kuvakaliswe egameni lakhe inguquko noxolelo lwezono kuzo zonke iintlanga, kuqalelwa eYerusalem.
ULUKA 24:46-47 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
wathi kubo, Kubhaliwe ngokunjalo, umelwe ngokunjalo uKristu kukuthi eve ubunzima, abuye avuke kwabafileyo ngomhla wesithathu; nokuba kuvakaliswe egameni lakhe inguquko noxolelo lwezono kuzo zonke iintlanga, kuqalelwa eYerusalem.
ULUKA 24:46-47 IBHAYIBHILE (XHO96)
wathi kubo: “Kubhalwe kwathiwa *uKrestu umelwe kukuthi eve ubunzima, abuye avuke kwabafileyo ngomhla wesithathu. Kukwabhalwe kusithiwa zothi egameni lakhe zivakaliswe kuzo zonke iintlanga iindaba zenguquko noxolelo lwezono, kuqalelwa eJerusalem.
ULUKA 24:46-47 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
wati kubo: Kuba̔liwe ngokunjalo, bekufanele nangokunjalo ukuba u‐Kristu eve intlungu, nokuba abuye avuke ekufeni ngomhla wesitatu, nokuba kushunyayelwe egameni lake uguquko noxolelwa lwezono pakati kwazo zonke intlanga, kuqalwa e‐Yerusaleme.