ULUKA 3:8
ULUKA 3:8 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Velisani ngoko izixakato eziyelelana noguquko; nize ningaqali ukuti pakati kwenu: Sinaye u‐Abrahame engubawo; ngokuba ndisiti kuni: UTIXO angavusela u‐Abrahame usapo kulamatye.
Yabelana
Funda ULUKA 3ULUKA 3:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Velisani ngoko iziqhamo eziyifaneleyo inguquko; ize ningaqali nithi ngaphakathi kwenu, Thina sinobawo uAbraham: kuba ndithi kuni, Unako uThixo kuwo la matye ukumvelisela abantwana uAbraham.
Yabelana
Funda ULUKA 3