ULUKA 3:9
ULUKA 3:9 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kanjako izembe lise libekwe ngasengcanjeni yemiti: iti ngoko yonke imiti engavelisi izixakato ezilungileyo igaulwe, iposwe emlilweni.
Yabelana
Funda ULUKA 3ULUKA 3:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kananjalo izembe selibekiwe engcanjini yemithi; ngoko umthi wonke ongavelisi siqhamo sihle, uyagawulwa, uphoswe emlilweni.
Yabelana
Funda ULUKA 3