ULUKA 5:8
ULUKA 5:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Uthe ke akukubona oko uSimon Petros, wawa emadolweni kaYesu, esithi, Mka kum, ngokuba ndiyindoda engumoni, Nkosi.
Yabelana
Funda ULUKA 5ULUKA 5:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ekubonile okwenzekileyo, uPetros waguqa phambi koYesu, wathi: “Mka kum, Nkosi, kuba ndiyindoda engumoni.”
Yabelana
Funda ULUKA 5