ULUKA 6:38
ULUKA 6:38 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yiphani, naniya kuphiwa nani; umlinganiselo omhle, ohlohliweyo, ohlunguzelweyo, ophalalayo, nowuphiwa esondweni lengubo yenu; kuba umlinganiselo enilinganisela ngawo, niya kulinganiselwa kwangawo nani.
ULUKA 6:38 IBHAYIBHILE (XHO96)
Yiphani; nani ke niya kuphiwa nguThixo. Ewe, nophiwa isabelo esihle, esipheleleyo, esigalelwa engubeni yenu. Indlela enabela abanye ngayo, nani niya kwabelwa kwangayo nguThixo.”
ULUKA 6:38 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Yiphani, naniya kuphiwa nani; umlinganiselo omhle, ohlohliweyo, ohlunguzelweyo, ophalalayo, nowuphiwa esondweni lengubo yenu. Kuba umlinganiselo enilinganisela ngawo, niya kulinganiselwa kwangawo nani.
ULUKA 6:38 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
yipani, kwakuya kupiwa nina; ukulinganiswa okulungileyo, okuhlohliweyo, nokuhlunguzelweyo, nokupalalayo, kwopiwa esifubeni senu: ngokuba okona kulinganisa enilinganisa ngako, kwobuya kulinganiselwe nina.