ULUKA 7:47-48
ULUKA 7:47-48 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngenxa yoko ndithi kuwe, Izono zakhe uzixolelwe, bezizininzi; ngokuba úthandé kakhulu; ke yena oxolelwe kancinane, uthanda kancinane. Wathi ke kuye, Zixolelwe izono zakho.
Yabelana
Funda ULUKA 7ULUKA 7:47-48 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngenxa yoko ke, ndithi kuwe: olu thando lwakhe lungaka lubonakalisa okokuba izono zakhe ebezizininzi zixolelwe. Kanti ke yena oxolelwe kancinane, ukwathanda kancinane.” UYesu ke wathi kuloo mfazi: “Izono zakho zixolelwe.”
Yabelana
Funda ULUKA 7