UMALAKI 3:10
UMALAKI 3:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ziziseni zonke izishumi endlwini yobuncwane bam, ize ke kubekho ukudla endlwini yam; ngoku nindicikide ngale nto, utsho uYehova wemikhosi, ukuba andisayi kunivulela na iingcango zezulu, ndinithulùlele iintsikelelo, kude kungasweleki lutho.
UMALAKI 3:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Izishumi ziziseni ziphelele endlwini enguvimba wam ukuze kubekho ukutya endlwini yam. Khanindivavanye kulo mbandela,” utsho uNdikhoyo onamandla onke, “nibone ukuba andiyi kuwavula na amasango ezulu, ndinithululele iintsikelelo, nditsho nangaphezu kokufuna kwenu.
UMALAKI 3:10 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Zisani zonke izishumi ebuncwaneni, ukuze kubekho ukudla endlwini yam; khanindicikide ngale nto, utsho uYehova wemikhosi, ukuba andithanga ndikuvulele na iingcango zezulu, ndinisikelele, ndinivulele iingcango zezulu. Ingakuchitheli kuhle, ukuba akuyi kubakho indawo eyaneleyo yokuyifumana.
UMALAKI 3:10 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Zisani onke amashumi endlwini yokubekela, ukuze kubeko ukudla endlwini yam, nize nindilinge ke ngoku, utsho UYEHOVA wemikosi, ukuba andiyi kunivulela na izituba zezulu, ndinitululele itamsanqa, kude kugqitise ukwanela.