UMALAKI 4:5-6
UMALAKI 4:5-6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Bona ke, ndiya kutuma kuni u‐Elija umprofite, ungekafiki umhla KAYEHOVA omkulu owoyikekileyo: waeya kuti intliziyo yoyise ayiguqulele kubantwana, nentliziyo yabantwana ayiguqulele koyise; hleze ndize ke ndilibete ilizwe ngesiqalekiso.
Yabelana
Funda UMALAKI 4UMALAKI 4:5-6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yabonani, ndiya kuthumela kuni uEliya umprofeti, ingekafiki imini enkulu eyoyikekayo kaYehova. Wóbuyisela iintliziyo zooyise kubantwana, neentliziyo zabantwana kooyise, hleze ndize ndilichithe ilizwe ngokuliphanzisa.
Yabelana
Funda UMALAKI 4UMALAKI 4:5-6 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Niyabona, phambi kwaloo mini kaNdikhoyo inkulu yoyikekayo ndiya kunithumela *umshumayeli uEliya. “Ke yena uya kuziguqulela koonyana iintliziyo zooyise, aze aziguqulele kooyise iintliziyo zoonyana, okanye bendiya kuza ndilitshabalalise ngokupheleleyo ilizwe.”
Yabelana
Funda UMALAKI 4