UMATEYU 12:34
UMATEYU 12:34 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Nzalandini yamarhamba, ningathini na ukuba nako ukuthetha izinto ezilungileyo, nikhohlakele nje? Kuba umlomo uthetha ngokuphuphuma kwentliziyo.
Yabelana
Funda UMATEYU 12UMATEYU 12:34 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nzalandini yamarhamba, ningáthini na ukuba nako ukuthetha okulungileyo, nikhohlakele nje? Kaloku umlomo womntu uphuphuma oko intliziyo izele kuko.
Yabelana
Funda UMATEYU 12