UMATEYU 18:35
UMATEYU 18:35 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wothi noBawo wasemazulwini enjenjalo kuni, ukuba anithanga nonke ngabanye nabaxolela abazalwana benu iziphoso zabo ngeentliziyo zenu.
Yabelana
Funda UMATEYU 18UMATEYU 18:35 IBHAYIBHILE (XHO96)
Uya kwenjenjalo ke nakuni uBawo osezulwini, ukuba anithanga nonke ngabanye nawaxolela ngokupheleleyo amawenu iziphoso zawo.”
Yabelana
Funda UMATEYU 18