UMATEYU 19:14
UMATEYU 19:14 IBHAYIBHILE (XHO96)
waza uYesu wathi: “Bayekeni abantwana beze kum, ningabanqandi, kuba ábalawulwa nguThixo ngabanjengabo.”
Yabelana
Funda UMATEYU 19UMATEYU 19:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi ke uYesu, Bayekeni abantwana, ningabaleli ukuza kum; kuba ubukumkani bamazulu bobabo banjalo.
Yabelana
Funda UMATEYU 19