UMATEYU 19:17
UMATEYU 19:17 IBHAYIBHILE (XHO96)
UYesu wathi kuye: “Kutheni ukuba undibuze ngokulungileyo? Mnye kuphela olungileyo. Ukuba ufuna ukubudla ubomi, yigcine imiyalelo.”
Yabelana
Funda UMATEYU 19UMATEYU 19:17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Uthe ke kuye, Yini na ukuba uthi ndilungile? Akukho ulungileyo, mnye kwaphela, nguThixo. Ukuba ke uthanda ukungena ebomini, yigcine imithetho.
Yabelana
Funda UMATEYU 19