UMATEYU 19:23
UMATEYU 19:23 IBHAYIBHILE (XHO96)
Waza uYesu wathi kubafundi bakhe: “Ndithi kuni, inene, kunzima kakhulu ukuba isityebi sibuxhamle ubuncwane bokulawulwa nguThixo.
Yabelana
Funda UMATEYU 19UMATEYU 19:23 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi ke uYesu kubafundi bakhe, Inene, ndithi kuni, Koba ngenkankulu ukuba isityebi singene ebukumkanini bamazulu.
Yabelana
Funda UMATEYU 19