UMATEYU 19:4 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UMATEYU 19:4 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Uphendule ke wathi kubo, Anilesanga na ukuba owadalayo kwasekuqalekeni wabadala bayindoda nenkazana, wathi

UMATEYU 19:4 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Wabaphendula wathi: “Aniyifundanga na *eziBhalweni le ndawo ithi: ‘UMdali wabadala kwasekuqalekeni bayindoda nomfazi.

UMATEYU 19:4 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Wapendula wati kubo: Anileseshanga na ukuba umdali wabenza kwa sekuqalekeni indoda nomfazi

UMATEYU 19:4 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Waphendula ke wathi kubo, Aniyilesanga na, ukuba lowo wabadalayo kwasekuqalekeni wabadala bayindoda nenkazana?