UMATEYU 19:5 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UMATEYU 19:5 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Ngenxa yoko umntu womshiya uyise nonina, anamathele emfazini wakhe, baze abo babini babe nyama-nye?

UMATEYU 19:5 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Yiyo ke loo nto indoda ishiya uyise nonina nje, inamathele kumkayo, baze bamanyane’ ?

UMATEYU 19:5 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

waza wati: Ngenxa yoku umntu uya kushiya uyise nonina, anamatele emfazini wake, baze abo babini babe yinyama nye?

UMATEYU 19:5 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Wathi, Ngenxa yoko umntu womshiya uyise nonina, anamathele emfazini wakhe, baze abo babini babe nyama-nye?