UMATEYU 19:7 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UMATEYU 19:7 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Bathi kuye, Phofu ibiyini na ukuba uMoses awise umthetho wokuthi, makamnike incwadi yokwahlukana, amale?

UMATEYU 19:7 XHO96 (IBHAYIBHILE)

AbaFarasi bathi kuye: “Kwakutheni ke ngoko ukuba uMosis avumele indoda ukuba ibhale incwadi yokuqhawula umtshato, ize imale umfazi wayo?”

UMATEYU 19:7 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Bati kuye: Pofu ibiyinina ukuba u‐Mosesi waxelela ukunika incwadi yokwahlukanisa, nokumlahla?

UMATEYU 19:7 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Bathi kuye, Yini na ukuba uMoses awise umthetho wokuthi, makamnike incwadi yokwahlukana, amale?