UMATEYU 22:2 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UMATEYU 22:2 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Ubukumkani bamazulu bufanekiswa nomntu ongukumkani, owamenzela umsitho unyana wakhe.

UMATEYU 22:2 XHO96 (IBHAYIBHILE)

“Ukulawula kukaThixo kunokufaniswa nokumkani owamenzela umsitho unyana wakhe.

UMATEYU 22:2 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Ubukumkani bezulu bufanekiswa nokumkani otile owamenzela umtshato unyana wake

UMATEYU 22:2 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Ubukumkani bamazulu bufanekiswa nomntu ongukumkani, owenzela unyana wakhe umtshato