UMATEYU 22:8 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UMATEYU 22:8 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Aze athi kubakhonzi bakhe, Umsitho okunene sewulungile wona, kodwa abamenyiweyo bebengafanelekile.
Yabelana
UMATEYU 22 XHO75UMATEYU 22:8 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza wathi kwizicaka zakhe: ‘Okunene umsitho sewulungile, kodwa abamenyiweyo abafanelekanga.
Yabelana
UMATEYU 22 XHO96UMATEYU 22:8 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati ezicakeni zake: Umtshato ke seulungisiwe, kodwa abamenyiweyo bebengafanelekile
Yabelana
UMATEYU 22 XHO1902AUMATEYU 22:8 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Aze athi kubakhonzi bakhe, Umsitho okunene sewulungile wona, kodwa abamenyiweyo bebengafanelekile.
Yabelana
UMATEYU 22 CXB24