UMATEYU 26:38
UMATEYU 26:38 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Aze athi kubo, Umphefumlo wam ubuhlungu kakhulu, ngokokude ube sekufeni; hlalani apha nilinde nam.
Yabelana
Funda UMATEYU 26UMATEYU 26:38 IBHAYIBHILE (XHO96)
wathi kubo: “Intliziyo yam ibuhlungu ukufa, iligazi. Hlalani apha nilinde kunye nam.”
Yabelana
Funda UMATEYU 26