UMATEYU 26:52
UMATEYU 26:52 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Aze athi uYesu kuye, Libuyisele endaweni yalo ikrele lakho; kuba bonke abathabatha ikrele baya kutshabalala likrele.
Yabelana
Funda UMATEYU 26UMATEYU 26:52 IBHAYIBHILE (XHO96)
Waza uYesu wathi kuye: “Libuyisele endaweni yalo ikrele lakho. Bonke abasebenzisa ikrele, baya kutshabalala ngekrele.
Yabelana
Funda UMATEYU 26